Genesis 21:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngako oko uAbraham wamthiya unyana wakhe awamzalelwayo, awamzalelwa nguSara, igama elinguIsake.+ 1 Kronike 1:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Oonyana baka-Abraham yayinguIsake+ noIshmayeli.+ Luka 3:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 unyana kaYakobi,+unyana kaIsake,+unyana ka-Abraham,+unyana kaTera,+unyana kaNahore+