IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Marko 2:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Kanjalo, akukho bani ufaka iwayini entsha kwiintsuba zewayini ezindala; ukuba wenjenjalo, iwayini iyazigqabhuza iintsuba, kuze kulahleke iwayini kwakunye neentsuba.+ Kodwa abantu bafaka iwayini entsha kwiintsuba zewayini ezintsha.”+

  • Luka 5:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 Ngaphezu koko, akukho bani ufaka iwayini entsha kwiintsuba zewayini ezindala; kodwa ukuba wenjenjalo, iya kwandula ke iwayini izigqabhuze iintsuba zewayini,+ yaye yona iya kuphalala neentsuba zewayini ziya konakala.+

  • Luka 5:38
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 38 Kodwa iwayini entsha imele ifakwe kwiintsuba zewayini ezintsha.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share