56 Naphi na apho wayengena khona kwiidolophana okanye ezixekweni okanye kwiindawo ezisemaphandleni+ babebeka abo bagulayo kwiindawo zemarike, baze bambongoze ukuba bachukumise+ oku nje komphetho+ wesambatho sakhe sangaphezulu. Baphiliswa ke bonke abo bawuchukumisayo.+