IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 15:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Yaye, khangela! kwaphuma umfazi waseFenike+ evela kuloo mimandla waza wadanduluka kakhulu, esithi: “Yiba nenceba kum,+ Nkosi, Nyana kaDavide. Intombi yam iphethwe kakubi yidemon.”

  • Mateyu 20:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Bathi kuye: “Nkosi, amehlo ethu makavulwe.”+

  • Hebhere 2:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ngenxa yoko wayebophelelekile ukuba abe “njengabazalwana” bakhe kwiinkalo zonke,+ ukuze abe nokuba ngumbingeleli omkhulu onenceba nothembekileyo kwizinto eziphathelele uThixo,+ ukuze anikele umbingelelo wokucamagushela+ izono zabantu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share