Mateyu 1:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kodwa akazange abe neentlobano zokwazana+ naye de wazala unyana;+ waza wambiza ngokuba nguYesu+ igama lakhe. Luka 1:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 yaye, khangela! uya kukhawula esibelekweni sakho uze uzale unyana,+ umbize ngokuba nguYesu igama lakhe.+ Luka 2:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Zakuzaliseka iintsuku ezisibhozo+ zokuba aluswe,+ wakwabizwa ngegama elinguYesu,+ gama elo awayebizwe ngalo yingelosi phambi kokuba akhawulwe esibelekweni.+
25 Kodwa akazange abe neentlobano zokwazana+ naye de wazala unyana;+ waza wambiza ngokuba nguYesu+ igama lakhe.
31 yaye, khangela! uya kukhawula esibelekweni sakho uze uzale unyana,+ umbize ngokuba nguYesu igama lakhe.+
21 Zakuzaliseka iintsuku ezisibhozo+ zokuba aluswe,+ wakwabizwa ngegama elinguYesu,+ gama elo awayebizwe ngalo yingelosi phambi kokuba akhawulwe esibelekweni.+