Mateyu 12:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Abantu baseNineve baya kusuka beme ngomgwebo nesi sizukulwana+ yaye baya kusigwebela+ isohlwayo; ngenxa yokuba baguquka koko uYona+ wayekushumayela, kodwa, khangelani! okuthile okungaphezu koYona kulapha. Luka 7:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 “Ndiya kubathelekisa nabani na, ke ngoko, abantu besi sizukulwana, yaye banjengabani na?+
41 Abantu baseNineve baya kusuka beme ngomgwebo nesi sizukulwana+ yaye baya kusigwebela+ isohlwayo; ngenxa yokuba baguquka koko uYona+ wayekushumayela, kodwa, khangelani! okuthile okungaphezu koYona kulapha.