Hoseya 6:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba ndiyoliswa bububele bothando,+ kungekhona imibingelelo;+ ndiyoliswa kukwazi uThixo kuneminikelo etshiswa kuphele.+ Mika 6:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ndiya kumkhawulela+ ndinantoni na uYehova? Ndiya kuqubuda ndinantoni na kuThixo ophezulu?+ Ndiya kumkhawulela ndineminikelo etshiswa kuphele na,+ ngamathole amnyaka mnye na? Mateyu 9:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Hambani, ngoko, nize nifunde okuthethwa koku, ‘Ndifuna inceba, kungekhona umbingelelo.’+ Kuba ndize kubiza, kungekhona amalungisa, kodwa aboni.”
6 Kuba ndiyoliswa bububele bothando,+ kungekhona imibingelelo;+ ndiyoliswa kukwazi uThixo kuneminikelo etshiswa kuphele.+
6 Ndiya kumkhawulela+ ndinantoni na uYehova? Ndiya kuqubuda ndinantoni na kuThixo ophezulu?+ Ndiya kumkhawulela ndineminikelo etshiswa kuphele na,+ ngamathole amnyaka mnye na?
13 Hambani, ngoko, nize nifunde okuthethwa koku, ‘Ndifuna inceba, kungekhona umbingelelo.’+ Kuba ndize kubiza, kungekhona amalungisa, kodwa aboni.”