Marko 7:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Wathi kubo: “UIsaya watyapha ukuprofeta ngani bahanahanisindini, njengoko kubhaliwe kwathiwa,+ ‘Esi sizwana sindibeka ngemilebe yaso, kodwa iintliziyo zaso zikude lee kum.+
6 Wathi kubo: “UIsaya watyapha ukuprofeta ngani bahanahanisindini, njengoko kubhaliwe kwathiwa,+ ‘Esi sizwana sindibeka ngemilebe yaso, kodwa iintliziyo zaso zikude lee kum.+