Isaya 28:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kwaye ngokuqinisekileyo umnqophiso wenu nokuFa uya kubhangiswa,+ naloo mbono wenu neShiyol awuyi kuma.+ Umkhukula ophuphumayo, xa udlula+—kanjalo nani nimele nibe yindawo yokunyathela kwawo.+
18 Kwaye ngokuqinisekileyo umnqophiso wenu nokuFa uya kubhangiswa,+ naloo mbono wenu neShiyol awuyi kuma.+ Umkhukula ophuphumayo, xa udlula+—kanjalo nani nimele nibe yindawo yokunyathela kwawo.+