Levitikus 19:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “‘Uze ungamthiyi umzalwana wakho entliziyweni yakho.+ Kunoko ufanele usohlwaye isinxulumani sakho,+ ukuze ungazithwalisi isono ngenxa yaso. IMizekeliso 25:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Gweba ibango lakho kunye nedlelane lakho,+ uze ungalityhili igqugula lomnye;+ Luka 17:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Zilumkeleni. Ukuba umzalwana wakho wenza isono mkhalimele,+ yaye ukuba uyaguquka mxolele.+
17 “‘Uze ungamthiyi umzalwana wakho entliziyweni yakho.+ Kunoko ufanele usohlwaye isinxulumani sakho,+ ukuze ungazithwalisi isono ngenxa yaso.