IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 2:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 “Kwicala elingasempumalanga kuya kuma inkampu yesahlulo sezizwe ezithathu zakwaYuda ngokwemikhosi yazo, yaye isikhulu soonyana bakaYuda nguNashon+ unyana ka-Aminadabhi.

  • Rute 4:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 uAminadabhi+ wazala uNashon;+ uNashon wazala uSalmon;

  • 1 Kronike 2:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ke yena uRam, wazala uAminadabhi.+ UAminadabhi wazala uNashon+ isikhulu soonyana bakaYuda.

  • Luka 3:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 unyana kaYese,+

      unyana kaObhedi,+

      unyana kaBhohazi,+

      unyana kaSalmon,+

      unyana kaNashon,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share