ABagwebi 19:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ekugqibeleni, kwafika indoda endala ivela emsebenzini wayo emasimini ngokuhlwa,+ kwaye le ndoda yayivela kummandla weentaba wakwaEfrayim,+ ibe yayihlala okwexesha elithile eGibheya; kodwa abantu baloo ndawo babengamaBhenjamin.+
16 Ekugqibeleni, kwafika indoda endala ivela emsebenzini wayo emasimini ngokuhlwa,+ kwaye le ndoda yayivela kummandla weentaba wakwaEfrayim,+ ibe yayihlala okwexesha elithile eGibheya; kodwa abantu baloo ndawo babengamaBhenjamin.+