Mateyu 19:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 “Kodwa abaninzi abangabokuqala baya kuba ngabokugqibela baze abokugqibela babe ngabokuqala.+ Marko 9:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Ngoko wahlala phantsi, wabiza abalishumi elinesibini waza wathi kubo: “Ukuba nabani na ufuna ukuba ngowokuqala, umele abe ngowokugqibela kubo bonke nomlungiseleli wabo bonke.”+ Marko 10:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Noko ke, abaninzi abangabokuqala baya kuba ngabokugqibela, baze abokugqibela babe ngabokuqala.”+ Luka 13:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Yaye, khangela! kukho abokugqibela abaya kuba ngabokuqala, kukho nabokuqala abaya kuba ngabokugqibela.”+
35 Ngoko wahlala phantsi, wabiza abalishumi elinesibini waza wathi kubo: “Ukuba nabani na ufuna ukuba ngowokuqala, umele abe ngowokugqibela kubo bonke nomlungiseleli wabo bonke.”+
30 Yaye, khangela! kukho abokugqibela abaya kuba ngabokuqala, kukho nabokuqala abaya kuba ngabokugqibela.”+