Marko 10:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ke kaloku babenyuka ngendlela besiya eYerusalem, yaye uYesu wayehamba phambi kwabo, kwaye bathi manga; kodwa bamlandela besoyika. Kwakhona wathabathela bucala abalishumi elinesibini waza waqala ukubaxelela ezi zinto zazimiselwe ukumhlela:+ Luka 18:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Wandula ke wathabathela bucala abalishumi elinesibini waza wathi kubo: “Khangelani! Siyenyuka siya eYerusalem, yaye zonke izinto ezibhalwe ngabo abaprofeti+ mayela noNyana womntu ziya kuzaliseka.+
32 Ke kaloku babenyuka ngendlela besiya eYerusalem, yaye uYesu wayehamba phambi kwabo, kwaye bathi manga; kodwa bamlandela besoyika. Kwakhona wathabathela bucala abalishumi elinesibini waza waqala ukubaxelela ezi zinto zazimiselwe ukumhlela:+
31 Wandula ke wathabathela bucala abalishumi elinesibini waza wathi kubo: “Khangelani! Siyenyuka siya eYerusalem, yaye zonke izinto ezibhalwe ngabo abaprofeti+ mayela noNyana womntu ziya kuzaliseka.+