Marko 10:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Ngoko, bakukuva oku abanye abalishumi, bakucaphukela oko kwenziwa nguYakobi noYohane.+ Luka 22:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Noko ke, kwavela nempikiswano eshushu phakathi kwabo mayela nokuba nguwuphi na kubo obonakala engoyena mkhulu.+
24 Noko ke, kwavela nempikiswano eshushu phakathi kwabo mayela nokuba nguwuphi na kubo obonakala engoyena mkhulu.+