Marko 9:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Ngoko wahlala phantsi, wabiza abalishumi elinesibini waza wathi kubo: “Ukuba nabani na ufuna ukuba ngowokuqala, umele abe ngowokugqibela kubo bonke nomlungiseleli wabo bonke.”+ Marko 10:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 yaye nabani na ofuna ukuba ngowokuqala phakathi kwenu makabe likhoboka lenu nonke.+
35 Ngoko wahlala phantsi, wabiza abalishumi elinesibini waza wathi kubo: “Ukuba nabani na ufuna ukuba ngowokuqala, umele abe ngowokugqibela kubo bonke nomlungiseleli wabo bonke.”+