Marko 11:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yaye wabona mgama umkhiwane owawunamagqabi, waya ukuze abone enoba mhlawumbi wayeya kufumana okuthile kusini na kuwo. Kodwa, akufika kuwo, akazange afumane nto ngaphandle kwamagqabi, kuba yayingeloxesha lamakhiwane.+ Luka 13:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Wandula ke wahlabela mgama wabenzela lo mzekeliso: “Umntu othile wayenomkhiwane utyalwe esidiliyeni sakhe,+ yaye weza efuna isiqhamo kuwo,+ kodwa akafumana nasinye.+
13 Yaye wabona mgama umkhiwane owawunamagqabi, waya ukuze abone enoba mhlawumbi wayeya kufumana okuthile kusini na kuwo. Kodwa, akufika kuwo, akazange afumane nto ngaphandle kwamagqabi, kuba yayingeloxesha lamakhiwane.+
6 Wandula ke wahlabela mgama wabenzela lo mzekeliso: “Umntu othile wayenomkhiwane utyalwe esidiliyeni sakhe,+ yaye weza efuna isiqhamo kuwo,+ kodwa akafumana nasinye.+