Marko 11:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kungenxa yoko le nto ndinixelelayo ukuba, Zonke izinto enizithandazelayo nizicele yibani nokholo lokuba sele nizamkele ngokoqobo, yaye niya kuba nazo.+ Luka 11:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngako oko ndithi kuni, Qhubekani nicela,+ niya kunikwa; qhubekani nifuna,+ niya kufumana; qhubekani ninkqonkqoza, niya kuvulelwa. Yohane 14:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Nakuphi na oko nikucelayo egameni lam, ndiza kukwenza, ukuze uBawo azukiswe ngoNyana.+ Yakobi 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoko, ukuba kukho nabani na kuni oswele ubulumko,+ makaqhubeke ebucele kuThixo,+ kuba unika bonke ngesisa, engangcikivi;+ yaye uya kubunikwa.+ 1 Yohane 3:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 yaye nantoni na esiyicelayo siyayamkela kuye,+ ngenxa yokuba siyayigcina imiyalelo yakhe kwaye siyazenza izinto ezikholekileyo emehlweni akhe.+
24 Kungenxa yoko le nto ndinixelelayo ukuba, Zonke izinto enizithandazelayo nizicele yibani nokholo lokuba sele nizamkele ngokoqobo, yaye niya kuba nazo.+
9 Ngako oko ndithi kuni, Qhubekani nicela,+ niya kunikwa; qhubekani nifuna,+ niya kufumana; qhubekani ninkqonkqoza, niya kuvulelwa.
5 Ngoko, ukuba kukho nabani na kuni oswele ubulumko,+ makaqhubeke ebucele kuThixo,+ kuba unika bonke ngesisa, engangcikivi;+ yaye uya kubunikwa.+
22 yaye nantoni na esiyicelayo siyayamkela kuye,+ ngenxa yokuba siyayigcina imiyalelo yakhe kwaye siyazenza izinto ezikholekileyo emehlweni akhe.+