Genesis 29:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngoko uLabhan wabahlanganisa bonke abantu baloo ndawo waza wenza itheko.+ Mateyu 9:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngako oku uYesu wathi kubo: “Abahlobo bomyeni abanasizathu sakuzila lo gama umyeni+ ekunye nabo, andibi kunjalo? Kodwa iya kufika imihla yaxa umyeni eya kususwa+ kubo, yaye baya kwandula ke bazile ukutya.+ ISityhilelo 19:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yandula ke yathi kum: “Bhala uthi: Banoyolo abo bamenyelwe+ kwisidlo sangokuhlwa somtshato+ weMvana.” Yaphinda yathi: “La ngamazwi ayinyaniso kaThixo.”+
15 Ngako oku uYesu wathi kubo: “Abahlobo bomyeni abanasizathu sakuzila lo gama umyeni+ ekunye nabo, andibi kunjalo? Kodwa iya kufika imihla yaxa umyeni eya kususwa+ kubo, yaye baya kwandula ke bazile ukutya.+
9 Yandula ke yathi kum: “Bhala uthi: Banoyolo abo bamenyelwe+ kwisidlo sangokuhlwa somtshato+ weMvana.” Yaphinda yathi: “La ngamazwi ayinyaniso kaThixo.”+