Mateyu 22:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 “Mfundisi, uMoses wathi, ‘Ukuba nawuphi na umntu ufa engenabantwana, umntakwabo umele atshate umfazi wakhe aze amvelisele inzala umntakwabo.’+ Luka 20:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 besithi: “Mfundisi, uMoses+ wasibhalela wathi, ‘Ukuba umntu ufelwa ngumntakwabo enomfazi, kodwa engenabantwana, umntakwabo+ ufanele amthabathe umfazi lowo aze avelisele umntakwabo inzala kuye.’+
24 “Mfundisi, uMoses wathi, ‘Ukuba nawuphi na umntu ufa engenabantwana, umntakwabo umele atshate umfazi wakhe aze amvelisele inzala umntakwabo.’+
28 besithi: “Mfundisi, uMoses+ wasibhalela wathi, ‘Ukuba umntu ufelwa ngumntakwabo enomfazi, kodwa engenabantwana, umntakwabo+ ufanele amthabathe umfazi lowo aze avelisele umntakwabo inzala kuye.’+