Isaya 63:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuba wena unguBawo;+ nangona esenokuba uAbraham akasazanga noSirayeli akasiqondanga, wena, Yehova, unguBawo. Igama lakho unguMhlawuleli wethu wakudala.+ Mateyu 8:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kodwa ndithi kuni baninzi abaya kuza bevela kwimimandla yasempumalanga nakwimimandla yasentshonalanga,+ bangqendeve etafileni noAbraham noIsake noYakobi ebukumkanini+ bamazulu;+
16 Kuba wena unguBawo;+ nangona esenokuba uAbraham akasazanga noSirayeli akasiqondanga, wena, Yehova, unguBawo. Igama lakho unguMhlawuleli wethu wakudala.+
11 Kodwa ndithi kuni baninzi abaya kuza bevela kwimimandla yasempumalanga nakwimimandla yasentshonalanga,+ bangqendeve etafileni noAbraham noIsake noYakobi ebukumkanini+ bamazulu;+