IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Marko 9:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Ngoko nangoko edanduluka, uyise womntwana oselula wathi: “Ndinalo ukholo! Ndincede apho kufuneka khona ukholo kum!”+

  • Efese 2:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Eneneni, ngabo obu bubele bungasifanelanga, niye nasindiswa ngokholo;+ yaye oku akubanga ngenxa yenu,+ kusisipho sikaThixo.+

  • Hebhere 12:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 njengoko sikhangele ngenyameko kuMmeli Oyintloko+ noMgqibelelisi wokholo lwethu,+ uYesu. Ngenxa yovuyo olwalubekwe phambi kwakhe wasinyamezela+ isibonda sentuthumbo, elidela ihlazo, waza wahlala phantsi ngasekunene kwetrone kaThixo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share