1 Yohane 4:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Zintanda, musani ukuwakholelwa onke amazwi aphefumlelweyo,+ kodwa wavavanyeni amazwi aphefumlelweyo ukuze nibone enoba aphuma kuThixo kusini na,+ kuba kuye kwavela abaprofeti bobuxoki abaninzi ehlabathini.+
4 Zintanda, musani ukuwakholelwa onke amazwi aphefumlelweyo,+ kodwa wavavanyeni amazwi aphefumlelweyo ukuze nibone enoba aphuma kuThixo kusini na,+ kuba kuye kwavela abaprofeti bobuxoki abaninzi ehlabathini.+