2 Petros 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 UYehova akacothi ngokuphathelele isithembiso sakhe,+ njengoko abanye becinga njalo, kodwa unomonde kuni ngenxa yokuba akanqweneli ukuba kutshabalale nabani na kodwa unqwenela ukuba bonke bafikelele enguqukweni.+ ISityhilelo 6:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yaye badanduluka ngelizwi elikhulu, besithi: “Koda kube nini na, Nkosi enguMongami+ ongcwele noyinyaniso,+ uyekile ukugweba+ nokuphindezelela igazi lethu+ kwabo bahleli emhlabeni?”
9 UYehova akacothi ngokuphathelele isithembiso sakhe,+ njengoko abanye becinga njalo, kodwa unomonde kuni ngenxa yokuba akanqweneli ukuba kutshabalale nabani na kodwa unqwenela ukuba bonke bafikelele enguqukweni.+
10 Yaye badanduluka ngelizwi elikhulu, besithi: “Koda kube nini na, Nkosi enguMongami+ ongcwele noyinyaniso,+ uyekile ukugweba+ nokuphindezelela igazi lethu+ kwabo bahleli emhlabeni?”