IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 33:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  9 Umntu owathi kuyise nakunina, ‘Andimbonanga.’

      Kwanabantakwabo akabaqondanga,+

      Akabazanga noonyana bakhe.

      Ngokuba babegcine amazwi akho,+

      Baqhubeka bewugcinile umnqophiso wakho.+

  • Marko 10:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 UYesu wathi: “Inene ndithi kuni, Akukho bani ushiye indlu okanye abantakwabo okanye oodade wabo okanye unina okanye uyise okanye abantwana okanye amasimi ngenxa yam nangenxa yeendaba ezilungileyo+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share