Genesis 7:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Emva koko uYehova wathi kuNowa: “Ngena, wena nayo yonke indlu yakho,+ emkhombeni, kuba nguwe endimbone elilungisa phambi kwam phakathi kwesi sizukulwana.+ Filipi 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 ngokwenzondelelo ndilitshutshisa ibandla;+ ngokobulungisa bomthetho ndazingqina ndingenakusoleka.
7 Emva koko uYehova wathi kuNowa: “Ngena, wena nayo yonke indlu yakho,+ emkhombeni, kuba nguwe endimbone elilungisa phambi kwam phakathi kwesi sizukulwana.+