Mateyu 20:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Kodwa isihlwele sabaxelela kabukhali ukuba bathi cwaka; ukanti kwaba kukhona badanduluka kakhulu ngakumbi, besithi: “Nkosi, Nyana kaDavide, yiba nenceba kuthi!”+ Marko 10:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 Ngako oko abaninzi bamxelela kabukhali ukuba athi cwaka; kodwa waqhubeka ekhwaza kakhulu ngakumbi esithi: “Nyana kaDavide, yiba nenceba kum!”+
31 Kodwa isihlwele sabaxelela kabukhali ukuba bathi cwaka; ukanti kwaba kukhona badanduluka kakhulu ngakumbi, besithi: “Nkosi, Nyana kaDavide, yiba nenceba kuthi!”+
48 Ngako oko abaninzi bamxelela kabukhali ukuba athi cwaka; kodwa waqhubeka ekhwaza kakhulu ngakumbi esithi: “Nyana kaDavide, yiba nenceba kum!”+