Mateyu 25:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “Kuba kanye kunjengaxa umntu,+ owayeza kuhambela kwenye indawo,+ wabiza amakhoboka akhe waza wawanika impahla yakhe.+ Marko 13:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Kufana nomntu owahambela kwenye indawo+ washiya indlu yakhe waza wanika amakhoboka akhe igunya, ngalinye umsebenzi walo, waza wayalela umgcini-mnyango ukuba ahlale elindile. Yohane 18:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 UYesu waphendula wathi:+ “Ubukumkani bam abuyonxalenye yeli hlabathi.+ Ukuba ubukumkani bam bebuyinxalenye yeli hlabathi, abalindi bam bebeya kulwa+ ukuze ndinganikelwa kumaYuda. Kodwa ubukumkani bam abusuki kulo mthombo.”
14 “Kuba kanye kunjengaxa umntu,+ owayeza kuhambela kwenye indawo,+ wabiza amakhoboka akhe waza wawanika impahla yakhe.+
34 Kufana nomntu owahambela kwenye indawo+ washiya indlu yakhe waza wanika amakhoboka akhe igunya, ngalinye umsebenzi walo, waza wayalela umgcini-mnyango ukuba ahlale elindile.
36 UYesu waphendula wathi:+ “Ubukumkani bam abuyonxalenye yeli hlabathi.+ Ukuba ubukumkani bam bebuyinxalenye yeli hlabathi, abalindi bam bebeya kulwa+ ukuze ndinganikelwa kumaYuda. Kodwa ubukumkani bam abusuki kulo mthombo.”