IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 6:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Yenza intliziyo yesi sizwana ibe lukhuni,+ neendlebe zaso zenze zithi nkqi,+ vingca amehlo aso, ukuze singaboni ngamehlo aso, singeva nangeendlebe zaso, kuba hleze siqonde ngentliziyo yaso, sibuye, ndize ndisiphilise.”+

  • Mateyu 13:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 kwaye sizaliseka kubo isiprofeto sikaIsaya, esithi, ‘Ukuva kona, niya kuva kodwa ningaqondi; ukukhangela kona, niya kukhangela kodwa ningaboni.+

  • Marko 4:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 ukuze, nakuba bekhangele, bakhangele ukanti bangaboni, yaye, nangona besiva, beve ukanti bangaqondi, nokuze bangaze babuye, baxolelwe.”+

  • IZenzo 28:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 usithi, ‘Hamba uye kwesi sizwana uze uthi: “Ukuva, niya kuva kodwa ningaqondi; yaye, ukukhangela, niya kukhangela kodwa ningaboni.+

  • Roma 11:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 kanye njengoko kubhaliwe kwathiwa: “UThixo ubanike umoya wobuthongo obunzulu,+ amehlo angaboniyo neendlebe ezingevayo, unanamhla.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share