Marko 11:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Yaye ababingeleli abaziintloko nababhali bakuva oko, baza bafuna indlela yokumtshabalalisa;+ ngokuba babemoyika, kuba sonke isihlwele sasithe khamnqa yimfundiso yakhe.+ Yohane 7:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 UMoses waninika uMthetho,+ akunjalo? Kodwa akukho namnye kuni uwuthobelayo uMthetho. Kutheni nifuna ukundibulala nje?”+ Yohane 18:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 UYesu wamphendula wathi: “Ndithethe esidlangalaleni kulo ihlabathi. Bendisoloko ndifundisa kwindlu yesikhungu nasetempileni,+ apho onke amaYuda abuthelana khona; kwaye andithethanga nto emfihlekweni.
18 Yaye ababingeleli abaziintloko nababhali bakuva oko, baza bafuna indlela yokumtshabalalisa;+ ngokuba babemoyika, kuba sonke isihlwele sasithe khamnqa yimfundiso yakhe.+
19 UMoses waninika uMthetho,+ akunjalo? Kodwa akukho namnye kuni uwuthobelayo uMthetho. Kutheni nifuna ukundibulala nje?”+
20 UYesu wamphendula wathi: “Ndithethe esidlangalaleni kulo ihlabathi. Bendisoloko ndifundisa kwindlu yesikhungu nasetempileni,+ apho onke amaYuda abuthelana khona; kwaye andithethanga nto emfihlekweni.