Marko 12:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 UDavide ngokwakhe umbiza ngokuthi ‘Nkosi,’ kodwa kwenzeka njani ukuba abe ngunyana wakhe?”+ Isihlwele esikhulu sasimphulaphule ngenkoliseko.+ Luka 21:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Yaye bonke abantu+ babeye beze kuye kwasekuseni etempileni ukuze bamve.
37 UDavide ngokwakhe umbiza ngokuthi ‘Nkosi,’ kodwa kwenzeka njani ukuba abe ngunyana wakhe?”+ Isihlwele esikhulu sasimphulaphule ngenkoliseko.+