Mateyu 1:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kodwa akazange abe neentlobano zokwazana+ naye de wazala unyana;+ waza wambiza ngokuba nguYesu+ igama lakhe.
25 Kodwa akazange abe neentlobano zokwazana+ naye de wazala unyana;+ waza wambiza ngokuba nguYesu+ igama lakhe.