Mateyu 21:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 Bakuba ababingeleli abaziintloko nabaFarisi beyivile imizekeliso yakhe, baphawula ukuba wayethetha ngabo.+ Marko 12:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngako oko baqalisa ukufuna indlela yokumbamba, kodwa boyika isihlwele, kuba baphawula ukuba wawuthetha umzekeliso lowo enabo engqondweni. Ngoko bamshiya baza bemka.+
45 Bakuba ababingeleli abaziintloko nabaFarisi beyivile imizekeliso yakhe, baphawula ukuba wayethetha ngabo.+
12 Ngako oko baqalisa ukufuna indlela yokumbamba, kodwa boyika isihlwele, kuba baphawula ukuba wawuthetha umzekeliso lowo enabo engqondweni. Ngoko bamshiya baza bemka.+