Mateyu 24:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoxa wayehleli kwiNtaba yemiNquma, abafundi baya kuye ngasese, besithi: “Sixelele, Ziya kubakho nini na ezi zinto, kwaye uya kuba yintoni na umqondiso wobukho+ bakho nowokupheliswa kwenkqubo yezinto?”+ Marko 13:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Sixelele, Ziya kubakho nini na ezi zinto, kwaye uya kuba yintoni na umqondiso xa zonke ezi zinto zimiselwe ukufikelela esiphelweni?”+
3 Ngoxa wayehleli kwiNtaba yemiNquma, abafundi baya kuye ngasese, besithi: “Sixelele, Ziya kubakho nini na ezi zinto, kwaye uya kuba yintoni na umqondiso wobukho+ bakho nowokupheliswa kwenkqubo yezinto?”+
4 “Sixelele, Ziya kubakho nini na ezi zinto, kwaye uya kuba yintoni na umqondiso xa zonke ezi zinto zimiselwe ukufikelela esiphelweni?”+