Mateyu 24:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Kuba uhlanga luya kuvukelana nohlanga+ nobukumkani buvukelane nobukumkani,+ yaye kuya kubakho ukunqongophala kokutya+ neenyikima zomhlaba+ kwiindawo ngeendawo. Marko 13:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Kuba uhlanga luya kuvukelana nohlanga nobukumkani buvukelane nobukumkani,+ kuya kubakho iinyikima zomhlaba+ kwiindawo ngeendawo, kuya kubakho ukunqongophala kokutya.+ Oku kukuqala kwenimba.+
7 “Kuba uhlanga luya kuvukelana nohlanga+ nobukumkani buvukelane nobukumkani,+ yaye kuya kubakho ukunqongophala kokutya+ neenyikima zomhlaba+ kwiindawo ngeendawo.
8 “Kuba uhlanga luya kuvukelana nohlanga nobukumkani buvukelane nobukumkani,+ kuya kubakho iinyikima zomhlaba+ kwiindawo ngeendawo, kuya kubakho ukunqongophala kokutya.+ Oku kukuqala kwenimba.+