Mika 7:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba unyana udelela uyise; intombi ivukela unina;+ umolokazana nxamnye noninazala;+ iintshaba zomntu ngabantu bendlu yakhe.+ Mateyu 24:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kanjalo, abaninzi baya kukhutyekiswa,+ bangcatshane, bathiyane.+ Marko 13:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngapha koko, umzalwana uya kunikela umzalwana ekufeni, aze uyise anikele umntwana,+ nabantwana baya kuvukela abazali baze bababulalise;+ IZenzo 7:59 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 59 Yaye baqhubeka bemgibisela ngamatye uStefano njengoko wayebongoza esithi: “Nkosi Yesu, wamkele umoya wam.”+
6 Kuba unyana udelela uyise; intombi ivukela unina;+ umolokazana nxamnye noninazala;+ iintshaba zomntu ngabantu bendlu yakhe.+
12 Ngapha koko, umzalwana uya kunikela umzalwana ekufeni, aze uyise anikele umntwana,+ nabantwana baya kuvukela abazali baze bababulalise;+
59 Yaye baqhubeka bemgibisela ngamatye uStefano njengoko wayebongoza esithi: “Nkosi Yesu, wamkele umoya wam.”+