Mateyu 10:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Yaye niya kuthiywa ngabantu bonke ngenxa yegama lam;+ kodwa lowo uye wanyamezela kwasa ekupheleni ngulowo oya kusindiswa.+ Marko 13:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 yaye niya kuthiywa ngabantu bonke ngenxa yegama lam.+ Kodwa lowo unyamezele kwada kwasekupheleni+ uya kusindiswa.+
22 Yaye niya kuthiywa ngabantu bonke ngenxa yegama lam;+ kodwa lowo uye wanyamezela kwasa ekupheleni ngulowo oya kusindiswa.+
13 yaye niya kuthiywa ngabantu bonke ngenxa yegama lam.+ Kodwa lowo unyamezele kwada kwasekupheleni+ uya kusindiswa.+