2 Kronike 15:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ke nina, yibani nesibindi+ mazingawi izandla zenu,+ ngenxa yokuba kukho umvuzo emsebenzini wenu.”+ Roma 5:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Makungapheleli nje apho, kodwa masigcobe ngoxa sisezimbandezelweni,+ ekubeni sisazi ukuba imbandezelo ivelisa unyamezelo;+ Hebhere 10:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Kuba kufuneka ninyamezele,+ ukuze, nakuba nikwenzile ukuthanda kukaThixo,+ namkele inzaliseko yesithembiso.+ 2 Petros 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 elwazini ukuzeyisa,+ ekuzeyiseni unyamezelo, ekunyamezeleni uzinikelo lobuthixo,+
3 Makungapheleli nje apho, kodwa masigcobe ngoxa sisezimbandezelweni,+ ekubeni sisazi ukuba imbandezelo ivelisa unyamezelo;+
36 Kuba kufuneka ninyamezele,+ ukuze, nakuba nikwenzile ukuthanda kukaThixo,+ namkele inzaliseko yesithembiso.+