Mateyu 25:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “Ngoko ke, hlalani nilindile,+ ngenxa yokuba ningayazi imini okanye ilixa.+ Marko 13:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Hlalani nikhangele, hlalani niphaphile,+ kuba anazi ukuba ixesha elimisiweyo linini na.+