IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Roma 12:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Yibani nemihlali ngalo ithemba.+ Yinyamezeleni imbandezelo.+ Emthandazweni zingisani.+

  • Efese 6:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 ngoxa ngazo zonke izihlandlo niqhubeka nithandaza+ ngako konke ukuthandaza nokukhunga nikuwo umoya.+ Yaye ngenxa yoko hlalani niphaphile rhoqo kwaye nikhunga ngenxa yabo bonke abo bangcwele,

  • 1 Petros 4:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kodwa isiphelo sezinto zonke sisondele.+ Ngoko ke, yibani ngabaphilileyo engqondweni,+ nikuphaphele ukuthandaza.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share