Mateyu 20:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kodwa uYesu, wababizela kuye, wathi: “Niyazi ukuba abalawuli beentlanga baba ziinkosi phezu kwazo yaye abo bazizikhulu basebenzisa igunya phezu kwazo.+ Marko 10:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Kodwa uYesu, emva kokubabizela kuye, wathi kubo: “Niyazi ukuba abo babonakala belawula iintlanga baba ziinkosi phezu kwazo nabo bakhulu kuzo basebenzisa igunya phezu kwazo.+
25 Kodwa uYesu, wababizela kuye, wathi: “Niyazi ukuba abalawuli beentlanga baba ziinkosi phezu kwazo yaye abo bazizikhulu basebenzisa igunya phezu kwazo.+
42 Kodwa uYesu, emva kokubabizela kuye, wathi kubo: “Niyazi ukuba abo babonakala belawula iintlanga baba ziinkosi phezu kwazo nabo bakhulu kuzo basebenzisa igunya phezu kwazo.+