Mateyu 20:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Kanye njengokuba uNyana womntu weza, kungekhona ukuze alungiselelwe, kodwa ukuze alungiselele+ nokuze anikele ngomphefumlo wakhe ube yintlawulelo ngenxa yabaninzi.”+ Yohane 13:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 wasukuma esidlweni sangokuhlwa waza wazibekela ecaleni izambatho zakhe zangaphezulu. Kwaye, wathabatha itawuli, wabhinqa.+ Filipi 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Hayi khona, kodwa waziqongqotha waza wathabatha ubume bekhoboka,+ wafana nabantu.+
28 Kanye njengokuba uNyana womntu weza, kungekhona ukuze alungiselelwe, kodwa ukuze alungiselele+ nokuze anikele ngomphefumlo wakhe ube yintlawulelo ngenxa yabaninzi.”+
4 wasukuma esidlweni sangokuhlwa waza wazibekela ecaleni izambatho zakhe zangaphezulu. Kwaye, wathabatha itawuli, wabhinqa.+