Luka 13:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngapha koko, abantu baya kuza bevela kwimimandla yasempumalanga nasentshonalanga, nasemntla nasemzantsi,+ yaye baya kungqendeva etafileni ebukumkanini bukaThixo.+ Yohane 17:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Bawo, mayela noko undinike kona, ndinqwenela ukuba, apho ndikhoyo mna, nabo babe kunye nam,+ ukuze balubone uzuko lwam ondinike lona, ngenxa yokuba wandithanda phambi kokusekwa+ kwehlabathi.+
29 Ngapha koko, abantu baya kuza bevela kwimimandla yasempumalanga nasentshonalanga, nasemntla nasemzantsi,+ yaye baya kungqendeva etafileni ebukumkanini bukaThixo.+
24 Bawo, mayela noko undinike kona, ndinqwenela ukuba, apho ndikhoyo mna, nabo babe kunye nam,+ ukuze balubone uzuko lwam ondinike lona, ngenxa yokuba wandithanda phambi kokusekwa+ kwehlabathi.+