Yohane 17:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Ndiyakucela, kungekhona ukuba ubasuse ehlabathini, kodwa ukuba ubalinde ngenxa yalowo ungendawo.+ Hebhere 7:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ngenxa yoko uyakwazi kwanokubasindisa ngokupheleleyo abo basondela kuThixo ngaye, ngenxa yokuba usoloko ephila ukuze ababongozele.+ 1 Yohane 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Bantwana bam abancinane, ndinibhalela ezi zinto ukuze ningenzi sono.+ Ukanti, ukuba nabani na uthi enze isono, sinaye umncedi+ kuBawo, uYesu Kristu, lowo ulilungisa.+
15 “Ndiyakucela, kungekhona ukuba ubasuse ehlabathini, kodwa ukuba ubalinde ngenxa yalowo ungendawo.+
25 Ngenxa yoko uyakwazi kwanokubasindisa ngokupheleleyo abo basondela kuThixo ngaye, ngenxa yokuba usoloko ephila ukuze ababongozele.+
2 Bantwana bam abancinane, ndinibhalela ezi zinto ukuze ningenzi sono.+ Ukanti, ukuba nabani na uthi enze isono, sinaye umncedi+ kuBawo, uYesu Kristu, lowo ulilungisa.+