Luka 18:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Wandula ke wathabathela bucala abalishumi elinesibini waza wathi kubo: “Khangelani! Siyenyuka siya eYerusalem, yaye zonke izinto ezibhalwe ngabo abaprofeti+ mayela noNyana womntu ziya kuzaliseka.+
31 Wandula ke wathabathela bucala abalishumi elinesibini waza wathi kubo: “Khangelani! Siyenyuka siya eYerusalem, yaye zonke izinto ezibhalwe ngabo abaprofeti+ mayela noNyana womntu ziya kuzaliseka.+