Mateyu 26:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Waya ngaphambili umganyana, wawa ngobuso, wathandaza+ esithi: “Bawo, ukuba kunokwenzeka, mayidlule le ndebe+ kum. Kanti, kungekhona ngokuthanda kwam,+ kodwa ngokuthanda kwakho.”+ Marko 14:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Yaye wemka kwakhona waza wathandaza, esitsho ilizwi elifanayo.+
39 Waya ngaphambili umganyana, wawa ngobuso, wathandaza+ esithi: “Bawo, ukuba kunokwenzeka, mayidlule le ndebe+ kum. Kanti, kungekhona ngokuthanda kwam,+ kodwa ngokuthanda kwakho.”+