Mateyu 26:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Kwaye weza kubafundi waza wabafumana belele, wathi kuPetros: “Beningenako ukulinda nam nelixa elinye na?+ Marko 14:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Yaye weza, wabafumana belele, waza wathi kuPetros: “Simon, ulele na? Akubanga namandla okuhlala ulindile nelixa elinye na?+
40 Kwaye weza kubafundi waza wabafumana belele, wathi kuPetros: “Beningenako ukulinda nam nelixa elinye na?+
37 Yaye weza, wabafumana belele, waza wathi kuPetros: “Simon, ulele na? Akubanga namandla okuhlala ulindile nelixa elinye na?+