Mateyu 26:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 Kodwa, khangela! omnye wabo babekunye noYesu wolula isandla sakhe, wathi rhuthu ikrele lakhe, waxabela ikhoboka lombingeleli omkhulu waza wayisusa indlebe yalo.+ Marko 14:47 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 47 Noko ke, uthile kwabo babemi khona apho wathi rhuthu ikrele lakhe, waxabela ikhoboka lombingeleli omkhulu waza wayisusa indlebe yalo.+ Yohane 18:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wandula ke uSimon Petros, njengoko wayenekrele, walithi rhuthu waza waxabela ikhoboka lombingeleli omkhulu, walinqumla indlebe yalo yasekunene.+ Igama lekhoboka elo lalinguMalko.
51 Kodwa, khangela! omnye wabo babekunye noYesu wolula isandla sakhe, wathi rhuthu ikrele lakhe, waxabela ikhoboka lombingeleli omkhulu waza wayisusa indlebe yalo.+
47 Noko ke, uthile kwabo babemi khona apho wathi rhuthu ikrele lakhe, waxabela ikhoboka lombingeleli omkhulu waza wayisusa indlebe yalo.+
10 Wandula ke uSimon Petros, njengoko wayenekrele, walithi rhuthu waza waxabela ikhoboka lombingeleli omkhulu, walinqumla indlebe yalo yasekunene.+ Igama lekhoboka elo lalinguMalko.