IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 26:71
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 71 Akuba ephumile waya kwindlu esesangweni, enye intombazana yamphawula yaza yathi kwabo babelapho: “Lo mntu wayekunye noYesu umNazarete.”+

  • Marko 14:69
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 69 Apho isicakazana, sakumbona, saqala kwakhona sathi kwabo babemi khona apho: “Lo ngomnye wabo.”+

  • Yohane 18:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Ke kaloku uSimon Petros wayemile esotha. Bandula ke bathi kuye: “Akunguye omnye wabafundi bakhe nawe, akunjalo?” Wakhanyela waza wathi: “Andinguye.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share