Yohane 18:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 UPilato wathi kuye: “Yintoni na inyaniso?” Yaye emva kokutsho oku, waphuma kwakhona waya kumaYuda waza wathi kuwo: “Andifumani siphoso kuye.+ Hebhere 7:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Kuba ubesifanele kanye thina umbingeleli omkhulu onjengalo,+ onyanisekileyo,+ ongenabuqhokolo,+ ongadyobhekanga,+ owahluliweyo kuboni,+ waba ngaphezu kwawo amazulu.+ 1 Petros 2:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Akazange enze sono,+ kungazange kufunyanwe nankohliso emlonyeni wakhe.+
38 UPilato wathi kuye: “Yintoni na inyaniso?” Yaye emva kokutsho oku, waphuma kwakhona waya kumaYuda waza wathi kuwo: “Andifumani siphoso kuye.+
26 Kuba ubesifanele kanye thina umbingeleli omkhulu onjengalo,+ onyanisekileyo,+ ongenabuqhokolo,+ ongadyobhekanga,+ owahluliweyo kuboni,+ waba ngaphezu kwawo amazulu.+